Amapolisa oMzantsi Afrika (SAPS) eMpuma Kapa avule amatyala amahlanu okubulala kulandela isehlo esimasikizi kwindlela u-R345 ngaseCrossroads ngaphandle kwaseNgqushwa (Peddie).Esi sehlo senzeke ngoLwesibini weveki ephelileyo.Amapolisa athi abizelwe kwindawo yexhwayelo apho abhaqe izidumbu ezitshisiweyo...
Amapolisa angqinile ukuba emva koqulukubhode wodubulwano lwabarhanelwa namapolisa kwindlela u-R61 phakathi koMthatha neNgcobo kushiyeke kungekho nencwina kubarhanelwa,kuthe cwaka kodwa kuqungquluze abarhanelwa abathandathu.Ngokutsho kwamapolisa kuthe kwaqhoqhozwana ngeembumbulu ngamapolisa noonotekisi kwisithuba secala emva kwentsimbi...
Kwiyure ezimbalwa kubhengezwe ukubhubha kukaZola “Bishop” Yolelo obengusomashishini nowayesakuba nguSihlalo ka-SANTACO eMpuma Kapa,ekwayiNkosi yaseMthatha West ,iKumakani yabaThembu uZwelibanzi Dalindyebo ukhuphe isibhengezo esithi: IKomkhulu labaThembu linolwazi ngolwaphulo mthetho oluqhubeka eMthatha West,nolubekwe esweni ngaMapolisa...
Iyunivesithi yaseWalter Sisulu izilile emva kokudutyulwa kukaSekela-Chancellor uSinethemba Mpambane ngoLwesine we-19 kule imiyo,ngaphandle kwaseNkululekweni kwiNelson Mandela Drive eMthatha.Olu hlaselo olwenzeke malunga nentsimbi yesithandathu ngorhatya kufuphi nesango laseNkululekweni eyindayo yokuhlala ngakuhola wendlela u-N2...
Ilahleko ebengelwe zizikhukhula eMpuma Kapa iqikelelwa kwi-R4 Billion.Oku kudizwe libambela Nkulumbuso ephondweni uMlungisi Mvoko ngethuba ethetha nonondaba eCicirha eMthatha ngoLwesine weveki ephelileyo.Urhulumente ubebambo usuku lokuzilela amaxhoba akwi-92 athe asweleka.UMphathiswa uMvoko uthi eli...
Isebe lezeMpilo eMpuma Kapa lithi obezenza uGqirha womgunyanthi kwisibhedlele iNelson Mandela Academic,eMthatha ubhaqwe engekade ahlole izigulane.Isithethi sesebe uSiyanda Manana uthi lo nqalintloko ukhe wabonwa kwicandelo elibizwa iSurgical Ward,kuLevel 5 kwesi sibhedlele ngaphambi...
Amadoda kumhlaba wamaMpondo eFlagstaff adikwe yeyokosa afikelele kwisigqibo sokufundisa ngobudoda kulomadoda abudoda bawo bunemihlisela,ekungabalulwa abo babulalayo,izidlwengu,nabaxhaphaza abasetyhini kunye nabantwana njalo,njalo.Oku...
Read more
This morning, Premier Mabuyane held a media briefing to announce...
Read more
UApollo Bangani ongumqeqeshi webhola ekhatywayo uthi ibala iLesseyton elakhiwa eKomani ngamashumi amabini anesibini ezigidi zerandi (R22m) liyingozi ukuba kungadlalelwa kulo...
Read more
Iyunivesithi yaseWalter Sisulu izilile emva kokudutyulwa kukaSekela-Chancellor uSinethemba Mpambane ngoLwesine we-19 kule imiyo,ngaphandle kwaseNkululekweni kwiNelson Mandela Drive eMthatha.Olu hlaselo olwenzeke...
Read moreStrong tides combined with violent winds caused a powerful swell over the weekend, with water overtopping the dykes and flooding streets and houses in places.
Ikhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF