IiNkosi mazizixhobise ngemfundo
UNkosana Zolile Burns-Ncamashe onguSekela Mphathiswa kwiNdlu yeeNkosi ngoMvulo waleveki ebebambe umhlangano neeNkosi kwiholo yase-OR Tambo eMthatha.Lo msitho ubuzinyaswe bubukho beeNkosi...
Read moreUNkosana Zolile Burns-Ncamashe onguSekela Mphathiswa kwiNdlu yeeNkosi ngoMvulo waleveki ebebambe umhlangano neeNkosi kwiholo yase-OR Tambo eMthatha.Lo msitho ubuzinyaswe bubukho beeNkosi...
Read moreUmnikazi wendawo yentselo uphakathi kwabarhanelwa abane ababanjelwe ukubulala abantu ababini eBhityi ngoMgqibelo weveki esiphuma kuyo.NgoMgqibelo umhla wesixhenxe kule imiyo abacuphi...
Read moreAmaNkomo aphantsi kwesizwe samaHlubi ngoMgqibelo abhiyozele iminyaka elishumi yeBuyambo.Le ngxikela yomnyhadala ibibanjelwe eMjila eNtabankulu kwiphondo le Mpuma Kapa.Lo msitho ubuzinyaswe...
Read moreISANEF (South African Editors Forum) izilele ukushiywa ngesaquphe nguMkhuseli Sizani osweleke eneminyaka engamashumi amane anesibini.USizani obeyintatheli yeDaily Dispatch ezinze eGqeberha...
Read moreYintatheli yeKhwezi Kuthabathe olunye unyawo ukutyhuthulwa kwamalungu abantu kwiidolophu zeMpuma Kapa.Kulandela iziganeko eziliqela ezithe zabikwa kwiidolophu ezohlukeneyo kweli phondo.Kudizwa ukuba...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF