Usweleke kwingozi yemoto umbhali webali loMhlobo
Yintatheli yeKhwezi Akasekho emhlabeni umbhali webali eliyintandane kubaphula-phuli boMhlobo Wenene fm,elithi “Yintoni na le nto.Leyo yimfihlelo yobomi” ,uSonwabo Yawa (50).UYawa...
Read moreYintatheli yeKhwezi Akasekho emhlabeni umbhali webali eliyintandane kubaphula-phuli boMhlobo Wenene fm,elithi “Yintoni na le nto.Leyo yimfihlelo yobomi” ,uSonwabo Yawa (50).UYawa...
Read moreUluntu lweMpuma Kapa lusanxunguphele emva kokuva umphanga wemvumi yodumo ebisaziwa ngegama likaZahara.Usapho lwemvumi eyinzalelwane yaseMonti uBulelwa ‘Zahara’Mkutukana lubhengeze ukuba uza...
Read moreUDumisani Sizwe Mbebe ongumpondo zihlanjiwe kwimiboniso kamabonakude nemidlalo yeqonga ufuna isebe leZemidlalo uLonwabo uBugcisa ngeNkcubeko lingenelele ekuphuhlisweni kwamagcisa kwiphondo leMpuma...
Read moreUMhlobo Wenene FM elijelo losasazo elisasaza ngesiXhosa likwiphulo lokuphuhlisa izakhono kumagcisa,ngokuthi ivumbulule ubugcisa kubabhali,abadlali nabadidiyeli bamabali kanomathotholo.Olu khuphiswano loMhlobo Wenene...
Read moreUsekela sodolophu kuMasipala we-O.R Tambo uThokozile Sokhanyiel uthi amadoda makohlukane nomkhuba wokuyeka phakathi ukutya iipilisi asuke atyhole idliso.Uthi ukungathathi uxanduva...
Read moreNguMonwabisi Khininda Kungekudala kuzosetyenziswa ubuxhakaxhaka balemihla xa umkhweli ebhatala ezitekisini.Le nkqubo ipasiswe yaze yaphehlelelwa ngokusesikweni ngumbutho wezithuthi zikawonke-wonke walapha eMzantsi...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF