Ibala lezigidi lithafa lokudlela imfuyo
UApollo Bangani ongumqeqeshi webhola ekhatywayo uthi ibala iLesseyton elakhiwa eKomani ngamashumi amabini anesibini ezigidi zerandi (R22m) liyingozi ukuba kungadlalelwa kulo...
Read moreUApollo Bangani ongumqeqeshi webhola ekhatywayo uthi ibala iLesseyton elakhiwa eKomani ngamashumi amabini anesibini ezigidi zerandi (R22m) liyingozi ukuba kungadlalelwa kulo...
Read moreAmapolisa oMzantsi Afrika (SAPS) eMpuma Kapa avule amatyala amahlanu okubulala kulandela isehlo esimasikizi kwindlela u-R345 ngaseCrossroads ngaphandle kwaseNgqushwa (Peddie).Esi sehlo...
Read moreAmapolisa angqinile ukuba emva koqulukubhode wodubulwano lwabarhanelwa namapolisa kwindlela u-R61 phakathi koMthatha neNgcobo kushiyeke kungekho nencwina kubarhanelwa,kuthe cwaka kodwa kuqungquluze...
Read moreKwiyure ezimbalwa kubhengezwe ukubhubha kukaZola “Bishop” Yolelo obengusomashishini nowayesakuba nguSihlalo ka-SANTACO eMpuma Kapa,ekwayiNkosi yaseMthatha West ,iKumakani yabaThembu uZwelibanzi Dalindyebo ukhuphe...
Read moreIyunivesithi yaseWalter Sisulu izilile emva kokudutyulwa kukaSekela-Chancellor uSinethemba Mpambane ngoLwesine we-19 kule imiyo,ngaphandle kwaseNkululekweni kwiNelson Mandela Drive eMthatha.Olu hlaselo olwenzeke...
Read moreIlahleko ebengelwe zizikhukhula eMpuma Kapa iqikelelwa kwi-R4 Billion.Oku kudizwe libambela Nkulumbuso ephondweni uMlungisi Mvoko ngethuba ethetha nonondaba eCicirha eMthatha ngoLwesine...
Read moreIsebe lezeMpilo eMpuma Kapa lithi obezenza uGqirha womgunyanthi kwisibhedlele iNelson Mandela Academic,eMthatha ubhaqwe engekade ahlole izigulane.Isithethi sesebe uSiyanda Manana uthi...
Read moreUmrhanelwa oneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala kulindeleke avele enkundleni yamatyala eMthatha kuleveki ngetyala lokuphanga isithuthi esiphatha imali,ukufunyanwa nompu ongekho mthethweni...
Read moreOwasetyhini oneminyaka engamashumi amathathu anesibini (32) ubudala obethathe isidumbu sosana lwakhe wasifaka kwisuthikheyisi wakhwela itekisi eMzamba ukuya kwisikhululo samapolisa eMbizana...
Read moreEmva kwembambano ngomakabekwe njengebambela leKumkani kwisizwe samaMpondo aseQawukeni iAmaMpondo Royal Family,kwintlangano ebingomhla we- 10May kulonyaka,kwiKomkhulu iHewu,eNtlezi kwidolophu yaseFlagstaff kuye kwabekwa...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF