IiNkosi mazizixhobise ngemfundo
UNkosana Zolile Burns-Ncamashe onguSekela Mphathiswa kwiNdlu yeeNkosi ngoMvulo waleveki ebebambe umhlangano neeNkosi kwiholo yase-OR Tambo eMthatha.Lo msitho ubuzinyaswe bubukho beeNkosi...
Read moreUNkosana Zolile Burns-Ncamashe onguSekela Mphathiswa kwiNdlu yeeNkosi ngoMvulo waleveki ebebambe umhlangano neeNkosi kwiholo yase-OR Tambo eMthatha.Lo msitho ubuzinyaswe bubukho beeNkosi...
Read moreXa ugqiba kubeleka kwisibhedlela saseMthatha kufuneka uhlale uthi qwaa ugade okungekehli ngenxa yobusela obandileyo beentsana.UNontembeko Fusa (26) uzibhaqe sele engenamntwana...
Read moreYintatheli yeKhwezi Inkundla yamatyala yaseMqanduli igwebe iminyaka engamashumi amabini anesihlanu ithothoza emjiva indoda efunyenwe inetyala lokubulala umfazi wayo kuba engavumanga...
Read moreUkhuthaza umanyano nokusebenza ngokubambisana uKhansela Zamekile Nondlevu owonyulwe njengoSodolophu waseNyandeni,kwintlanganiso yebhunga eqhube iintsuku ezimbini kwiholo yedolophu yaseLibode,kwiveki ephelileyo.UKhansela Nondlevu wonylelwe...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF