Lusothukile uluntu lwaseMhlntlo emva kokuhlaselwa uManejala womasipala waseMhlontlo uLungile Ndabeni ngokuthi atshiselwe izithuthi ezibini emzini wakhe kwintsasa yangeCawa.Ngokwengxelo ekhutshwe sisithethi somasipala waseMhlontlo unobangela walomkhuba woonqevu awukaziwa. “Ngethamsanqa akukho mntu wonzakeleyo.Amapolisa ayaphanda kwaye abarhanelwa bazakubanjwa kungekudala.”
Izikolo mazixele ootitshala abamithisa abafundi
IBhunga looTitshala eMzantsi Afrika (SACE) South African Teachers Association limemelele izikolo ukuba zibaxele emapoliseni nakwiSbe lezeMfundo ootitshala abamithisa abafundi.Uluntu luvakalise...