Urhulumente unceda amaxhoba ezikhukhula
USiphokazi Lusithi onguMphathiswa wesebe loZinziso luLontu eMpuma Kapa uthi isebe lakhe lenza unakonako lizama ukuzinzisa amaxhoba ezantyala-ntyala zemvula ezonakalise imize...
Read moreUSiphokazi Lusithi onguMphathiswa wesebe loZinziso luLontu eMpuma Kapa uthi isebe lakhe lenza unakonako lizama ukuzinzisa amaxhoba ezantyala-ntyala zemvula ezonakalise imize...
Read moreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa iyalele amapolisa ayeke ukuteketisa izaphuli mthetho.Ithi zimbini qwaba iindawo zezaphuli mthetho lingcwaba nejele.UOscar Mabuyane ubethetha kwintlanganiso...
Read moreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa iyalele amapolisa ayeke ukuteketisa izaphuli mthetho.Ithi zimbini qwaba iindawo zezaphuli mthetho lingcwaba nejele.UOscar Mabuyane ubethetha kwintlanganiso...
Read moreAmapolisa athe atyalwa kwiphondo leMpuma Kapa ukuze alwe nemigulukudu egrogrisa oosomashishini kweli phondo.Oosomashishini bayabulawa bayathinjwa bambi batshiselwe amashishini wabo.UFanie Masemola...
Read moreUmrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu (25) unqakulwe wavalelwa ngamapolisa akuKomani emva kwesityholo sokubulala uyisemkhulu oqikelelwa kumashumi alithoba (90) eminyaka ubudala.Esi...
Read moreAbatye babhubhudla imali yomasipala wase-King Sabata Dalindyebo ngobuqhophololo bavele enkundleni yamatyala eMthatha kuleveki sisuka kuyo.UNondumiso Gwadiso (49) oyimanejala yophuhliso loqoqosho...
Read moreUKwakhanya Gwadiso ongumfundi waseHoly Cross High School eMthatha uphinde wenza adume ngazo kukhuphiswano lomculo lukazwelonke.UKwakhanya uye wagqwesa kwiimvumi ezicula zodwa...
Read moreNanjengoko inyanga yeThupha iyinyanga yamanina kuye kukhunjulwe umzabalazo wamanina amhlophe,amandiya nemidaka.La manina enza umngcelele osingise kwizakhiwo zolawulo zorhulumente wocalucalulo lwamabhulu...
Read moreUmfanyana oneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala wakuTsolo eMpuma Kapa ubanjelwe ukubulala umakhulu wakhe obeneminyaka engamashumi asibhozo anesithathu (83) ubudala.Kudizwa ukuba umbulale...
Read moreXa kanye kuqala inyanga ebekelwe bucala ukujongana namanina kwilizwe loMzantsi Afrika,izehlo zokubulawa kwamanina kanye ngale nyanga yawo zixhomisa amehlo.UMongikazi obesebenza...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF