Kudutyulwe kwabulawa abantu abane eUgie
Abaphandi bamapolisa kumatyala anobuzaza eMpuma Kapa baphantsi phezulu bezingela abarhanelwa abadubule lahlanz’iselwa kubantu abane eUgie kutsha nje.Kutyholwa ukuba kwisithuba sika-22.50...
Read moreAbaphandi bamapolisa kumatyala anobuzaza eMpuma Kapa baphantsi phezulu bezingela abarhanelwa abadubule lahlanz’iselwa kubantu abane eUgie kutsha nje.Kutyholwa ukuba kwisithuba sika-22.50...
Read moreXa ugqiba kubeleka kwisibhedlela saseMthatha kufuneka uhlale uthi qwaa ugade okungekehli ngenxa yobusela obandileyo beentsana.UNontembeko Fusa (26) uzibhaqe sele engenamntwana...
Read moreUXolile Nqatha onguMphathiswa wesebe leZothutho noKhuseleko loLuntu ebeyolilisana nosapho lakwaMajenge kwilali iTholeni kwaBhaca,ngethuba kungcwatywa amalungu amahlanu olu sapho.Esi sihlanu sisutywe...
Read moreIintsapho eziliqela zishiyeke zingenandawo yakufihla iintloko emva kokutsha kwemizi yazo kwilali iZingonyameni eMt.Fletcher kutsha nje.Oku kuza emva kwesitshingitshane esinamandla ekusoleka...
Read moreYintatheli yeKhwezi UJacob Gedleyihlekisa Zuma owayesakuba nguMongameli weli lomdibaniso uthi nangona eselilungu likaKhongolosi akazukuyigayela iivoti engazukuyivotela kananjalo.UZuma uthi eyakhe ivoti...
Read moreNanjengoku kusiwa ekugqityweni kokubhalwa kweemviwo zokuphela konyaka iEastern Cape Liquor Board (ECLB) yothukile yaze yavakalisa inkxalabo kukufumanisa ukuba kukho amaphekepheke...
Read moreAmalungu ePublic Assets Community-based Tenants and Owners Association (PACTOA) avele kwinkundla kaMantyi eMthatha kulungiselelwa ukuqaliswa kokuxoxwa kwetyala lobuqhophololo ajamelene nalo.Abasolwa...
Read moreThe Road Accident Fund (RAF) has successfully halted fraudulent claims valued at R2 605 641 281.07 from being paid over...
Read moreIntiyo,ukudlwengulwa,ukungamkelwa kwamalungu e-LGBTQI+ ezilalini ukunyhashwa kwamalungelo isengumceli mngeni omkhulu nangona umqulu wamalungelo ukhuthaza ukuzikhethela komntu ubomi abufunayo kuquka ukuhlala nokuthandana...
Read moreIcandelo lamapolisa elilwa ubusela bemfuyo kuTsolo liqhube ugqogqo kwilali iNtshongweni kuQumbu apho lifunene khona iinkomo ezingamashumi amabini anesithathu,ubuncinane.Ngokutsho kwamapolisa ,iinkomo...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF