ROAD ACCIDENT FUND STOPS FRUADULENT CLAIMS WORTH OVER 2.6 BILLION IN THREE YEARS
The Road Accident Fund (RAF) has successfully halted fraudulent claims valued at R2 605 641 281.07 from being paid over...
Read moreThe Road Accident Fund (RAF) has successfully halted fraudulent claims valued at R2 605 641 281.07 from being paid over...
Read moreAbahlali baseSidakeni kwidolophu yaseMatatiele basothukile emva kokufunyanwa komzimba kaSamuel Xaki (55) wakwilali yaseMnyemaneni obenyemelele iiveki ezimbini. “NgoMgqibelo umhla wethoba bendisedolophini...
Read moreUmasipala waseNyandeni uvakalise umothuko kukusweleka kukaKahnsele uMcebisi Mthobela obenguSomlomo kulo masipala.uMthobela uchazwe njengentsika yesikhokhelo somasipala waseNyandeni nebizinikezele ekukhonzeni uluntu.UMthobela ungene...
Read moreUSihlalo kazwelonke we-ANC uGwede Mantashe ubalule inkxalabo ngemeko yeli lizwe,eyibiza ngokuba yinkululeko engenzi nto.UMantashe ukuthethe oku ngethuba lo mbutho kwiphondo...
Read moreIngxelo kaGqirha imchaze njengophile qete uSesam Isipho Gcolotela oneminyaka emihlanu ubudala,obexhwilwe yindoda ekukrokreleke ukuba mgummi wangaphandle.Oku kuchazwe ngumama wale mveku...
Read moreAmaNkomo aphantsi kwesizwe samaHlubi ngoMgqibelo abhiyozele iminyaka elishumi yeBuyambo.Le ngxikela yomnyhadala ibibanjelwe eMjila eNtabankulu kwiphondo le Mpuma Kapa.Lo msitho ubuzinyaswe...
Read moreISANEF (South African Editors Forum) izilele ukushiywa ngesaquphe nguMkhuseli Sizani osweleke eneminyaka engamashumi amane anesibini.USizani obeyintatheli yeDaily Dispatch ezinze eGqeberha...
Read moreYintatheli yeKhwezi Inkundla yamatyala yaseMqanduli igwebe iminyaka engamashumi amabini anesihlanu ithothoza emjiva indoda efunyenwe inetyala lokubulala umfazi wayo kuba engavumanga...
Read moreYintatheli yeKhwezi Umhla wama-31 kuAgasti minyaka le ngumhla obekelwe bucala ukujongana namayeza esiNtu aseAfrika (African Medicine Day).Isebe lezeMpilo eMpuma Kapa...
Read moreNguMonwabisi Khininda ELIBODE-Kwiveki esisuka kuyo,umasipala waseNyandeni ophantsi kwesithili saseO.R Tambo usingathe ingqungquthela entsuku mbini yezotyalo mali eDan’s Lodge ekwilali yaseLurhasini...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF