UDUBULA UGROGRISWA NGOKUFA
UKholeka Dubula oyimvimi yomculo wevangeli uthi akakoyiki ukufa.Oku ukubhale kwikhasi lakhe lonxibelelwano emva kokufumana umnxeba kumntu omgrogrisa ngokumbulala ngaphandle kwesizathu.UDubula...
Read moreUKholeka Dubula oyimvimi yomculo wevangeli uthi akakoyiki ukufa.Oku ukubhale kwikhasi lakhe lonxibelelwano emva kokufumana umnxeba kumntu omgrogrisa ngokumbulala ngaphandle kwesizathu.UDubula...
Read moreUMongi utyholwa ngokudlwengula umguli Yintatheli yeKhwezi Indoda engumongi oneminyaka engama 33 uvele enkundleni kwiveki ephelileyo malunga nesityholo sokudlwengula owasetyhini (28)...
Read moreUmasipala waseNyandeni uvakalise umothuko kukusweleka kukaKahnsele uMcebisi Mthobela obenguSomlomo kulo masipala.uMthobela uchazwe njengentsika yesikhokhelo somasipala waseNyandeni nebizinikezele ekukhonzeni uluntu.UMthobela ungene...
Read moreIsigqeba esikhuthaza ukulinywa kwentsangu kwelamaMpondo sijongene noxanduva lokuqinisekisa ukuba abalimi bayaxhamla kwezoqoqosho nokugcinwa kwembewu yeli cuba ukuze ingatshabalali njengoko kungenelela...
Read moreIngxelo kaGqirha imchaze njengophile qete uSesam Isipho Gcolotela oneminyaka emihlanu ubudala,obexhwilwe yindoda ekukrokreleke ukuba mgummi wangaphandle.Oku kuchazwe ngumama wale mveku...
Read moreAmaNkomo aphantsi kwesizwe samaHlubi ngoMgqibelo abhiyozele iminyaka elishumi yeBuyambo.Le ngxikela yomnyhadala ibibanjelwe eMjila eNtabankulu kwiphondo le Mpuma Kapa.Lo msitho ubuzinyaswe...
Read moreNguMonwabisi Khininda ELIBODE-Kwiveki esisuka kuyo,umasipala waseNyandeni ophantsi kwesithili saseO.R Tambo usingathe ingqungquthela entsuku mbini yezotyalo mali eDan’s Lodge ekwilali yaseLurhasini...
Read moreNguMonwabisi Khininda Kungekudala kuzosetyenziswa ubuxhakaxhaka balemihla xa umkhweli ebhatala ezitekisini.Le nkqubo ipasiswe yaze yaphehlelelwa ngokusesikweni ngumbutho wezithuthi zikawonke-wonke walapha eMzantsi...
Read moreYintatheli yeKhwezi ELUSIKISIKI-Uluntu lwaseLusikisiki luphume ngesininzi ukuya kumngcelele ochasene nokugetyengwa kwamanina.NgoMvulo weveki esusuka kuyo abahlali abebevutha ngumsindo kulandela isenzo sokugetyengwa...
Read moreYintatheli yeKhwezi UXolile Nqatha onguMphathiswa wesebe leZokhuseleko Loluntu eMpuma Kapa uncame konke okwakhe ngoMvulo waya enkundleni ephakamileyo yaseMonti nalapho ebeyophula-phula...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF