Kubhubhe abantu abathathu kwingozi yendlela
Imozulu engentlanga ichazwe njengonobangela wengozi yezithuthi ezibini ezingquzulene okwenkunzi zegusha kuhola wendlela u-N2 kwaze kwabhubha abantu abathathu.Le ngozi emasikizi yenzeke...
Read moreImozulu engentlanga ichazwe njengonobangela wengozi yezithuthi ezibini ezingquzulene okwenkunzi zegusha kuhola wendlela u-N2 kwaze kwabhubha abantu abathathu.Le ngozi emasikizi yenzeke...
Read moreItyala ngoyena nozala wokubhubha kwabafundi kwithaveni yaseNyobeni eScenery Park eMonti kulindeleke liqale kwakhona ngomhla we-22 ukuya ku-24 kuJulayi 2024.Liphinde liqhube...
Read moreLusothukile uluntu lwaseMhlntlo emva kokuhlaselwa uManejala womasipala waseMhlontlo uLungile Ndabeni ngokuthi atshiselwe izithuthi ezibini emzini wakhe kwintsasa yangeCawa.Ngokwengxelo ekhutshwe sisithethi...
Read moreUlonyulo lukazwelonke namaphondo kwiveki ephelileyo lubonakalise ukwehla kakhulu kwenkxaso ngakumbutho we-ANC obusoloko utshotsh’entla.Nangona uKhongolosi engaqhubanga kakauhle kwamanye amaphondo nakuzwelonke ukwazile...
Read moreUkuxhuma kweziganeko zobundlobongela kwilali yaseRainy eLibode kudale isimbonono kubahlali balendawo.Le lali ijongene nolwaphulo mthetho oluquka ukubulala,ukudlwengula,ukuxhatshazwa kwamanina nabantwana,ubusela bemfuyo nolwaluko...
Read moreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa uOscar Mabuyane uthi abazukuvumela ukutsalwa bathiwe qho ngempumlo nguye nabani ongubholelecaleni.UMabuyane ubephefumla kwisinyanzeliso soonotekisi sokuvala iindlela...
Read moreUnogada oneminyaka engamashumi amathandathu anesibini ubudala ubanjelwe ukudubula abule inkwenkwana eneshumi elinesithathu leminyaka ubudala aze onzakalise omnye umfundi.Oku kwenzeke eMatafeni...
Read moreI-IEC (Independent Electoral Commission) eMpuma Kapa ivakalise inkxalabo emva kokuvalwa kwezikhululo zovoto ngenxa yoqhankqalazo loonotekisi eMthatha ngoMvulo.Izitishi zovoto ezingaphaya kwekhulu...
Read moreIsebe leZemidlalo uBugcisa neNkcubeko kwisithili sase-O.R Tambo lixhobiso ababhali ngezakhono zokuba baphuhle.NgoLwesine elisebe belisingathe indibano yocweyo kubabhali neembongi ezisuka koomasipala...
Read moreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa likuqinisekisile ukuba lizifumene iingxelo ngeenyoka kwisibhedlele iDr.Malizo Mpehle kuTsolo,yaye lizimisele ukujongana nazo ngqo ukuze kukhuseleke...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF