Badubulene ngempazamo oonqevu bexhomisa
Uphantsi kogcino lwampolisa esibhedlele unqevu onamashumi amathathu eminyaka odutyulwe ngempazamo ngugxa wakhe ngethuba bebezama ukuphanga imali kwisithuthi sakwa-G4S eXhorha ngentseni...
Read moreUphantsi kogcino lwampolisa esibhedlele unqevu onamashumi amathathu eminyaka odutyulwe ngempazamo ngugxa wakhe ngethuba bebezama ukuphanga imali kwisithuthi sakwa-G4S eXhorha ngentseni...
Read moreIsebe lezeMpilo eMpuma Kapa lithi likulungele ukunika inkxasa yonyango kwiiNkosi zemveli kweli phondo nanjengoko kuqalisa ixesha lolwaluko lwasehlotyeni.Amakhulu-khulu wamakhwenkwe kulindeleke...
Read moreAmapolisa aseGqeberha afumene inqwaba yeziyobisi ezixabisa i-R65 yezigidi kwintengiso yasesitratweni.Ezi ziyobisi zifunyenwe kwindawo yaseSea Port zingena zisuka kwilizwe laseBrazil.Uninzi lwezi...
Read moreUlonwabo lujike lwayincindi yekhala kwinina ekuvakala ukuba belisela imbodlela ngokungathi lisela amarhweu laze latsarhwa lasweleka ngoko nangoko.Ngokwengxelo essi siganeko senzeke...
Read moreUZikalala uthembisa ukuba umbono omasikizi wokubona abantwana besikolo bebeka iimpilo zabo emngciphekweni ngokuthi bawele imilambo enezikhukhula ngenxa yeebhulorho ezonakeleyo iza...
Read moreKwiingxelo yobalo lwabantu (Census 2022) ezamkelwe yiNkulumbuso yeMpuma Kapa uOscar Mabuyane,zibonakalisa ukukhula kwamanani abantu beli phondo ngama 10.2%. ukusuka kwi-6.2...
Read moreLimiselwe umhla wokuqala kwinyanga yoMnga ityala likaOvayo Ndaku.UOvayo ongumfundi webakala leshumi elinesibini kwisikolo iAttwel Madala eMthatha,wabanjwa wavalelwa etyholwa ngokudlwengula umfundi...
Read moreUfunyenwe ngamalungu ebandla kumlambo uMdumbi eNgqeleni umzimba womfundi oneshumi elinesixhenxe leminyaka ubudala,obekhangelwa ukuqala ngoMvulo weveki ephelileyo.Ixhoba lesikhukhula ngumfundi kwisinala iPhangalele...
Read moreKwiinzame zokuba iphephandaba Ikhwezi laseMthatha lifikelele kwisininzi sabantu abaphathi mamanxada-nxada ukuze libekho kumakhasi onxibelelwano angoFacebook,YouTube nakwiwebsite.Oku kuzokwenzeka ingaphelanga le nyanga...
Read moreAbahlali baseSidakeni kwidolophu yaseMatatiele basothukile emva kokufunyanwa komzimba kaSamuel Xaki (55) wakwilali yaseMnyemaneni obenyemelele iiveki ezimbini. “NgoMgqibelo umhla wethoba bendisedolophini...
Read moreIkhwezi laseMthatha was established in March 2007.The newspaper is 100 % isiXhosa.The main objective is to promote and preserve the use of indigenous language in the media space.
The newspaper is based in Mthatha covering the OR Tambo region. We cover towns like Mthatha,Tsolo,Qumbu,Libode,Port St.Johns and Lusikisiki.The newspaper is published twice monthly.The LSM is 3-9.
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF